Inguqulelo ka key in isiXhosa

key

isitshixo

Ubizo-magama /kee/

isibizoPlural keys

  • 1

    isitshixo
    Use this key to lock the door Sebenzisa esi sitshixo xa utshixa ucango
  • 2

    ikhompyutha
    iqhosha
    izinyo
    Press the "enter" key on your computer keyboard Cofa iqhosha elingu"enter" kwikhibhodi yekhompyutha yakho
  • 3

    inzululwazi ngezelizwe
    uluhlu
    isikhokelo
    The key explains the symbols on the map Uluhlu lucacisa iisimboli ezisemephini