Inguqulelo ka kilogram in isiXhosa

kilogram

ikhilogram

(kg)

Ubizo-magama /kil-uh-gram/

isibizoPlural kilograms

izibalo

  • 1

    ikhilogram
    i-kg
    I want a kilogram of sugar Ndifuna ikhilogram yeswekile
    • a unit for measuring mass. One kilogram is equal to 1 000 grams
    • iyunithi yokuinganisa ubunzima. Ikhilogram enye ilingana neegram eziliwaka (ezili-1 000)