Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika kind in isiXhosa

: kind1kind2

kind1

uhlobo

isibizoPlural kinds

  • 1

    uhlobo
    udidi
    A dove is a kind of bird Ihobe luhlobo lwentaka
    → Synonym of type
    What kinds of food do you like? Loluphi uhlobo lokutya oluthandayo?

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika kind in isiXhosa

: kind1kind2

kind2

-nobubele

isiphawulikinder, kindest

  • 1

    -nobubele
    -nenceba
    -nesisa
    Jacob is a kind man UJacob yindoda enobubele
    Be kind to the baby Yiba nobubele emntwaneni
    It was kind of you to help me Ube nenceba ngokundinceda