Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika lead in isiXhosa

: lead1lead2lead3

lead1

-khokela

Ubizo-magama /leed/

isenziled, leading

  • 1

    -khokela
    You lead and we'll follow you Khokela, siza kukulandela
  • 2

    -khokela
    The captain leads the team well Ukhapteyini ulikhokela kakuhle iqela
  • 3

    -ba phambili
    -nkqenkqeza phambili
    Our team is leading by two goals Iqela lethu liphambili ngamanqaku amabini
  • 4

    -khokela
    -rhola
    Lead the horse into the stable Khokelela ihashe esitalini
  • 5

    -ya
    -sa
    -khokelela
    Does this road lead to the beach? Ngaba le ndlela iya elwandle?
  • 6

    -bangela
    -enza
    Smoking can lead to cancer Ukutshaya kungabangela umhlaza

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika lead in isiXhosa

: lead1lead2lead3

lead2

ilothe

Ubizo-magama /led/

isibizoPlural leads

  • 1

    ilothe
    This pipe is made of lead Lo phayiphi wenziwe ngelothe

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika lead in isiXhosa

: lead1lead2lead3

lead3

ityathanga

Ubizo-magama /leed/

isibizoPlural leads

  • 1

    ityathanga
    intambo
    itewu ngokungekho sikweni
    Brett put a lead on his dog UBrett wabeka ityathanga enjeni