Inguqulelo ka lean in isiXhosa

lean

-ayama

Ubizo-magama /leen/

isenzileaned, leant, leaning

  • 1

    -ayama
    -ngqiyama
    He's leaning against the wall Wayame ngodonga
  • 2

    -thoba
    Max leaned forward UMax wathobela ngaphambili
  • 3

    -ayamisa
    -xhasa
    I leant the bike against the tree Ndayayamisa emthini ibhayisekile