Inguqulelo ka leave in isiXhosa

leave

-hamba

Ubizo-magama /leev/

isenzileft, leaving

  • 1

    -hamba
    -mka
    -nduluka
    We're going to leave now Siza kuhamba ngoku
  • 2

    -shiya
    His wife has left him Inkosikazi yakhe yamshiya
  • 3

    -shiya
    Leave your books on the table Shiya iincwadi zakho phezu kwetafile
    Please leave the door open Nceda ulushiye ucango luvulekile
  • 4

    -yeka
    -mka
    -shiya
    Zola left school in 2010 UZola wasiyeka isikolo ngowama-2010