Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika level in isiXhosa

: level1level2

level1

umphakamo

Ubizo-magama /lev-uhl/

isibizoPlural levels

  • 1

    umphakamo
    This mountain is 2 000 metres above sea level Le ntaba izimitha ezingama-2000 ngaphezu komphakamo wolwandle
  • 2

    izinga
    inqanaba
    The teachers have raised the level of education here Ootitshala baliphakamisile izinga lemfundo apha

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika level in isiXhosa

: level1level2

level2

-mthebelele

Ubizo-magama /lev-uhl/

isiphawuli

  • 1

    -mthebelele
    -mcaba
    They play marbles on level ground Badlala amabhastile kumhlaba omthebelele
  • 2

    -lingana(yo) ngobude
    a box that is level with the height of the door ibhokisi elingana nocango ngobude