Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika light in isiXhosa

: light1light2light3

light1

ukukhanya

Ubizo-magama /lite/

isibizoPlural lights

  • 1

    ukukhanya
    Light comes from the sun, fire, and lamps Ukukhanya kusuka elangeni, emlilweni nasezibaneni
  • 2

    isibane
    isikhanyisi
    I need a light on my bicycle Ndifuna isibane ebhayisekileni yam

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika light in isiXhosa

: light1light2light3

light2

-khaphukhaphu

Ubizo-magama /lite/

isiphawulilighter, lightest

  • 1

    -khaphukhaphu
    -lula
    I carried a light suitcase Ndaphatha isuthikheyisi ekhaphukhaphu
    → Antonym of heavy
  • 2

    -khanya(yo)
    The big window makes the room very light Ifestile enkulu yenza igumbi likhanye kakhulu
    → Antonym of dark
  • 3

    -khanya(yo)
    White and yellow are light colours Umhlophe nomthubi yimibala ekhanyayo

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika light in isiXhosa

: light1light2light3

light3

-basa

Ubizo-magama /lite/

isenzilit, lighting

  • 1

    -basa
    -lumeka
    Let's light the fire Masibase umlilo
  • 2

    -layita
    -lumeka
    Light the lamps; it's dark Layita izibane; kumnyama