Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika like in isiXhosa

: like1like2

like1

oku kwa-

Ubizo-magama /like/

isihlanganisi & preposition

  • 1

    oku kwa-
    njenga-
    He cried like a baby Walila oku kosana
    Thuli is just like you! UThuli unjengawe!
  • 2

    (for example)
    -njenga-
    -fana na-
    Eat green vegetables like spinach and peas Yitya imifuno eluhlaza enjengespinatshi nee-erityisi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika like in isiXhosa

: like1like2

like2

-thanda

Ubizo-magama /like/

isenziliked, liking

  • 1

    -thanda
    I like Jake but I don't like his brother Ndiyamthanda uJake kodwa andimthandi umntakwabo