Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika line in isiXhosa

: line1line2

line1

umgca

Ubizo-magama /line/

isibizoPlural lines

  • 1

    umgca
    Draw a straight line Krwela umgca othe tye
  • 2

    umgca
    Read the first five lines of the story Funda imigca emihlanu yokuqala yebali
  • 3

    uludwe
    umgca
    umkrozo
    I'll plant a line of trees Ndiza kulima uludwe lwemithi
    A line of people stood waiting Umkrozo wabantu bema belindile
  • 4

    (phone)
    umnxeba
    ifowuni
    I tried to phone you but your line was busy Ndazama ukukutsalela umnxeba kodwa umnxeba wakho wawusetyenziswa
  • 5

    (railway)
    umzila kaloliwe
    isiporo sikaloliwe
  • 6

    (to hang washing)
    ucingo lokwaneka

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika line in isiXhosa

: line1line2

line2

Ubizo-magama /line/

isenzilined, lining

  • 1