Inguqulelo ka liquid in isiXhosa

liquid

ulwelo

Ubizo-magama /lik-wid/

isibizoPlural liquids

ikhemistri

  • 1

    ulwelo
    Examples of liquids are water and oil Imizekelo yezinto ezilulwelo, ngamanzi neoyile
    • a substance that flows and that is not a solid or a gas
    • into ebumanzirha (ulwelo), engeyiyo eqinileyo okanye igesi

isiphawuli

  • 1

    -lulwelo
    Milk is a liquid substance Ubisi luyinto elulwelo