Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika live in isiXhosa

: live1live2

live1

-phila

Ubizo-magama /liv/

isenzilived, living

  • 1

    -phila
    Plants need light and water in order to live Izityalo zifuna ukukhanya namanzi ukuze ziphile
    → Antonym of die
  • 2

    -hlala
    Bongi lives in Langa UBongi uhlala kwaLanga

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika live in isiXhosa

: live1live2

live2

-phila(yo)

isiphawuli

  • 1

    -phila(yo)
    Is this a live fish, or is it dead? Yintlanzi ephilayo le, okanye ifile?
    → Antonym of dead
  • 2

    ukuboniswa iqhuba
    The match on TV is live – they are playing right now Umdlalo uboniswa uqhuba ethivini – kuyadlalwa ngoku