Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika load in isiXhosa

: load1load2

load1

umthwalo

isibizoPlural loads

  • 1

    umthwalo
    The truck brought three loads of sand Itrakhi yeza nemithwalo emithathu yentlabathi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika load in isiXhosa

: load1load2

load2

-khwelisa

isenziloaded, loading

  • 1

    -khwelisa
    -layisha
    Let's load the suitcases into the taxi Masikhwelise iisuthikheyisi etekisini
  • 2

    -ngxala
    -hlohla
    He loaded the gun with bullets Wangxala umpu ngeembumbulu