Inguqulelo ka look in isiXhosa

look

-jonga

isenzilooked, looking

  • 1

    -jonga
    He is looking at the horse Ujonge ihashe
    Look! What's that? Jonga! Yintoni leya?
  • 2

    -khangeleka
    -jongeka
    -bonakala
    You look tired Ukhangeleka udiniwe
  • 3

    -buka
    We arrived in New York and then had a look around the city Safika eNew York sakha sabuka isixeko