Inguqulelo ka loss in isiXhosa

loss

ukulahleka

Ubizo-magama /loss/

isibizoPlural losses

  • 1

    ukulahleka
    ilahleko
    I'll report the loss of my phone Ndiya kuxela ukulahleka kwefowuni yam
  • 2

    ufundo ngezoqoqosho
    ilahleko
    The business made a loss in the first year, but now it is making a profit Lafumana ilahleko ishishini kunyaka wokuqala, kodwa ngoku lenza ingeniso
    → Compare profit
    • money that a business loses because expenses are greater than income
    • imali eyilahleko kwishishini ngenxa yokuba inkcitho ingaphezulu kwengeniso