Inguqulelo ka lovely in isiXhosa

lovely

-ntle

Ubizo-magama /luv-lee/

isiphawulilovelier, loveliest

  • 1

    -ntle
    -hle
    She's got lovely hair Uneenwele ezintle
  • 2

    -mnandi
    We had a lovely time Sibe nexesha elimnandi