Inguqulelo ka magnet in isiXhosa

magnet

isitsalane

Ubizo-magama /mag-nuht/

isibizoPlural magnets

ifiziksi

  • 1

    isitsalane
    We use magnets to attach notes to the fridge door Sisebenzisa izitsalane ukunamathelisa amaphetshana amanqaku elucangweni lwefriji
    • a piece of metal that can attract other metal objects
    • iqhekeza lesinyithi elinokutsala ezinye izinto ezenziwe ngesinyithi (ngemethali)