Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika male in isiXhosa

: male1male2

male1

-ngamadoda

Ubizo-magama /mayl/

isiphawuli

  • 1

    -ngamadoda
    -ngamadodana
    -ngamakhwenkwe
    • connected with the sex that can become a father, i.e. boys and men
    • idityaniswa nesini esinokuba ngutata, oko kutsho, amakhwenkwe namadoda
  • 2

    -yinkunzi
    Is that a male or female cat? Ingaba yinkunzi okanye yamazi yekati leya?
    • connected with an animal of the sex that can become a father
    • idityaniswa nesini sesilwanyana esinokuba ngutata, oko kutsho, inkunzi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika male in isiXhosa

: male1male2

male2

indoda

Ubizo-magama /mayl/

isibizoPlural males

  • 1

    (a person)
    indoda
    That toilet's for males Eliya igumbi langasese lamadoda
  • 2

    (an animal)
    inkunzi
    Is this cat a male? Ngaba le kati yinkunzi?

Usetyenziso

A 'male' person can be a child or an adult. There is no exact translation in isiXhosa.