Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika market in isiXhosa

: market1market2

market1

imarike

Ubizo-magama /maa-kuht/

isibizoPlural markets

  • 1

    imarike
    I went to the market and bought potatoes Ndaya emarikeni ndaza ndathenga iitapile
  • 2

    ufundo ngezoqoqosho
    abathengi
    There's a big market for cellphones in South Africa Baninzi abathengi beeselulafoni eMzantsi Afrika
    • the people who want to buy something
    • abantu abafuna ukuthenga into

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika market in isiXhosa

: market1market2

market2

-thengisa

Ubizo-magama /maa-kuht/

isenzimarketed, marketing

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    -thengisa
    -bhengeza
    We are marketing South African fruit in Europe Sithengisa iziqhamo zaseMzantsi Afrika eYurophu
    • to promote and sell something
    • ukukhuthaza ukuthenga nokuthengisa into