Inguqulelo ka married in isiXhosa

married

-tshatile(yo)

Ubizo-magama /ma-reed/

isiphawuli

  • 1

    -tshatile(yo)
    Married people sleep in those rooms Abantu abatshatileyo balala kulaa magumbi
    Judith isn't married UJudith akatshatanga