Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika match in isiXhosa

: match1match2

match1

imatshisi

Ubizo-magama /matsh/

isibizoPlural matches

  • 1

    imatshisi
    umcinga wematshisi
    umatshisi ngokungekho sikweni
    umlilo ngokungekho sikweni
    Light a match Qhwitha imatshisi
  • 2

    umdlalo
    Who won the cricket match? Ngubani ophumelele umdlalo weqakamba?

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika match in isiXhosa

: match1match2

match2

-fana

Ubizo-magama /matsh/

isenzimatched, matching

  • 1

    -fana
    Your socks don't match! One's red and one's blue Iikawusi zakho azifani! Enye ibomvu enye ibhlowu
  • 2

    -thelekisa
    -tshatisa
    Match each picture with the correct word Thelekisa umfanekiso ngamnye negama elichanekileyo