Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika mate in isiXhosa

: mate1mate2

mate1

umhlobo

Ubizo-magama /mayt/

isibizoPlural mates

  • 1ngokungekho sikweni

    umhlobo
    itshomi ngokungekho sikweni
    You're being called by your mates Uyabizwa ngabahlobo bakho
  • 2

    iqabane
    The lioness and her mate protect their cubs Imazi yengonyama neqabane layo zikhusela amathole azo

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika mate in isiXhosa

: mate1mate2

mate2

-zeka

Ubizo-magama /mayt/

isenzimated, mating

  • 1

    -zeka
    -khwela ngokungekho sikweni
    The two dogs mated, and now the female has puppies Izinja ezimbini zakhwelana kwaye ngoku imazi ineenjana