Inguqulelo ka material in isiXhosa

material

into yokwenza enye

Ubizo-magama /muh-teer-ri-uhl/

isibizoPlural materials

  • 1

    into yokwenza enye
    Wood and stone are building materials Umthi nelitye zizinto zokwakha
  • 2

    umchako
    I need material to make a shirt Ndifuna umchako ndithunge ihempe
    → Synonym of cloth