Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika mean in isiXhosa

: mean1mean2mean3

mean1

-jonga

Ubizo-magama /meen/

isenzimeant, meaning

  • 1

    -jonga
    -ba nenjongo
    I didn't mean to hurt him Bendingenanjongo zakumenzakalisa
  • 2

    -thetha
    What does that word mean? Lithetha ntoni elo gama?
    "Exhausted" means "very tired" "Ukuphelelwa ngamandla" kuthetha "ukudinwa kakhulu"

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika mean in isiXhosa

: mean1mean2mean3

mean2

-vimba(yo)

Ubizo-magama /meen/

isiphawulimeaner, meanest

  • 1

    -vimba(yo)
    She has a mean boss who pays little Unomphathi ovimbayo ohlawula kancinci
    → Antonym of generous
  • 2

    -khohlakele
    -ngcolile
    It is mean to tell a person that she is ugly Kukukhohlakala ukuxelela umntu ukuba mbi

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika mean in isiXhosa

: mean1mean2mean3

mean3

-phakathi

Ubizo-magama /meen/

isiphawulimeaner, meanest

izibalo

  • 1

    -phakathi
    omyinge
    Our class has a mean age of fifteen Iklasi yethu inomlinganiselo ophakathi kweminyaka elishumi elinesihlanu
    • the average of two or more quantities
    • iavareji yemilinganiselo emibini nangaphezulu