Inguqulelo ka measurement in isiXhosa

measurement

umlinganiselo

Ubizo-magama /mezh-uh-muht/

isibizoPlural measurements

  • 1

    umlinganiselo
    The measurements of the room are 3 metres by 4 metres Imilinganiselo yeli gumbi ziimitha ezi-3 ngeemitha ezi-4
    Your measurements must be accurate Imilinganiselo yakho kufuneka ibe yechanekileyo