Inguqulelo ka mechanism in isiXhosa

mechanism

intsebenzo-matshini

Ubizo-magama /mek-uh-niz-uhm/

isibizoPlural mechanisms

itheknoloji

  • 1

    intsebenzo-matshini
    The wheels of a bicycle are mechanisms that enable the bicycle to move Amavili ebhayisekile yintsebenzo-matshini eyenza ibhayisekile ikwazi ukuhamba
    • the moving parts of a machine
    • iindawo ezishukumayo (ezihambayo) zomatshini