Inguqulelo ka medicine in isiXhosa

medicine

iyeza

Ubizo-magama /med-i-suhn/

isibizoPlural medicines

  • 1

    iyeza
    ichiza ngokungekho sikweni
    This medicine will cure your cough Eli yeza liza kulunyanga ukhohlokhohlo lwakho
  • 2

    ubugqirha
    She is studying medicine at university Wenza izifundo zobugqirha eyunivesithi