Inguqulelo ka menstruate in isiXhosa

menstruate

-hlamba

Ubizo-magama /men-struu-ayt/

isenzimenstruated, menstruating

ngokusesikweni

  • 1

    -hlamba
    Most girls start to menstruate from the age of about twelve to thirteen Amantombazana amaninzi aqalisa ukuhlamba xa emalunga neminyaka elishumi elinesibini ukuya kwelinesithathu
    → See period

Usetyenziso

These are formal words. It is more usual to say that women have 'periods', for example: 'She is having a period'.