Inguqulelo ka mental in isiXhosa

mental

-engqondo

Ubizo-magama /men-tuhl/

isiphawuli

  • 1

    -engqondo
    I made a mental note to buy milk Ndiyigcine engqondweni into yokuba ndithenge ubisi
    Don't use your calculator; do mental calculations Musa ukusebenzisa ikhaltyhuleyitha; bala ngengqondo
  • 2

    -engqondo
    Mental health and physical health are both important Impilo yasengqondweni neyasemzimbeni zizinto ezibalulekileyo zombini