Inguqulelo ka mineral in isiXhosa

mineral

isakha-mzimba

Ubizo-magama /min-ruhl/

isibizoPlural minerals

  • 1

    ibhayoloji
    isakha-mzimba
    • a substance that is naturally in the Earth. Iron and salt are examples of minerals. Some minerals are in our food in very small amounts, and are essential for good health
    • into eseHlabathini ngokwendalo. Iayoni netyuwa yimizekelo yeeminerali (izakha-mzimba). Ezinye izakha-mzimba zifumaneka ekutyeni kwethu ngemilinganiselo emincinane kakhulu, kwaye ziyimfuneko kwimpilo
  • 2

    inzululwazi ngezelizwe
    isimbiwa
    Minerals are an important source of South Africa's income Izimbiwa ngumthombo obalulekileyo wengeniso yoMzantsi Afrika