Inguqulelo ka minus in isiXhosa

minus

-thabatha

Ubizo-magama /my-nuhss/

preposition & isiphawuli

  • 1

    izibalo
    -thabatha
    Ten minus six is four (10 - 6 = 4) Kwishumi xa uthabathe isithandathu kusala isine (10 – 6 =4)
  • 2

    ifiziksi
    ngaphantsi
    The temperature tomorrow will be minus 4 degrees centigrade (-4 ºC) Ubushushu ngomso buya kuba ngaphantsi kwamaqondo ama-4 esentigreyidi (-4 ºC)

Usetyenziso

Notice that in Sense 1, 'minus' is translated by a verb in isiXhosa.