Inguqulelo ka mode in isiXhosa

mode

iindlela

isibizoPlural modes

  • 1

    iindlela
    I use two modes of transport: trains and bicycles Ndisebenzisa iindlela ezimbini zokuhamba; oololiwe neebhayisekile
  • 2

    izibalo
    umphindwa
    imowudi
    In this list of numbers, the mode is 4 because it occurs most often: 2, 4, 3, 4, 6, 4 Kolu luhlu lwamanani, inani elingumphindwa sisi-4 kuba livela njalo: 2, 4, 3, 4, 6, 4
    • the most frequent number in a group of numbers
    • elona nani livela rhoqo kwiqela lamanani