Inguqulelo ka molecule in isiXhosa

molecule

imoletyhuli

Ubizo-magama /mol-i-kyool/

isibizoPlural molecules

ikhemistri

  • 1

    imoletyhuli
    • the smallest part into which a substance can be divided without changing its chemical nature
    • elona suntswana lincinane enokuthi into yahlulwelwe kulo, ngokungatshintshi isimo sayo sekhemikhali