Inguqulelo ka molten in isiXhosa

molten

-nyityilikisiwe(yo)

Ubizo-magama /mohl-tuhn/

isiphawuli

  • 1

    (describing melted metals, rock or glass)
    -nyityilikisiwe(yo)
    Hot molten rock poured out of the volcano Ilitye elinyityilikiswe bubushushu liphuphume kwintabamlilo