Inguqulelo ka monarch in isiXhosa

monarch

ukumkani

Ubizo-magama /mon-uhk/

isibizoPlural monarchs

  • 1

    ukumkani
    A monarch is the head of a country who inherits the role from his father or mother Ukumkani okanye ukumkanikazi yintloko yelizwe ethi isifumane esi sikhundla kwakusweleka uyise okanye unina