Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika monitor in isiXhosa

: monitor1monitor2

monitor1

-jonga

Ubizo-magama /mon-i-tuh/

isenzimonitored, monitoring

  • 1

    -jonga
    -beka iliso
    Rebecca had to monitor the growth of the plants for her science project URebecca kwakufuneka abeke iliso ekukhuleni kwezityalo kwiprojekthi yakhe yeenzululwazi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika monitor in isiXhosa

: monitor1monitor2

monitor2

imonitha

Ubizo-magama /mon-i-tuh/

isibizoPlural monitors

  • 1

    imonitha
    imoninthara ngokungekho sikweni
    He has a computer with a 43-cm monitor Unekhompyutha enemonitha engama-43cm ubukhulu
    → Synonym of screen
  • 2

    imonitha
    The class monitor makes sure the chalkboard is clean Imonitha yeklasi iqinisekisa ukuba icinyiwe ibhodi