Inguqulelo ka monster in isiXhosa

monster

irhamncwa lasentsomini

Ubizo-magama /mon-stuh/

isibizoPlural monsters

  • 1

    irhamncwa lasentsomini
    isinyolokonjane
    igongqongqo
    The monster in the story has four horns and huge teeth Irhamncwa kule ntsomi lineempondo ezine namazinyo amakhulu