Inguqulelo ka month in isiXhosa

month

inyanga

Ubizo-magama /munth/

isibizoPlural months

  • 1

    inyanga
    There are twelve months in a year Kukho iinyanga ezilishumi elinesibini enyakeni
    He earns R5 000 a month Ufumana ama-R5 000 ngenyanga
    I went last month Ndaya kule nyanga iphelileyo

Usetyenziso

This word comes from Old English 'monath', from 'mona', the old word for the moon. In many languages, including isiXhosa, the word for 'moon' and 'month' are the same.