Inguqulelo ka morning in isiXhosa

morning

intsasa

Ubizo-magama /maw-ning/

isibizoPlural mornings

  • 1

    intsasa
    kusasa
    We woke early in the morning Savuka kwakusasa
    We spent the morning at school Sachitha intsasa esikolweni
    Thandi will come tomorrow morning UThandi uza kufika ngomso kusasa