Inguqulelo ka mouse in isiXhosa

mouse

impuku

isibizoPlural mice, Plural mouses

  • 1

    impuku
    Cats like to catch mice Iikati ziyakuthanda ukubamba iimpuku
  • 2

    ikhompyutha
    imawusi
    • a small hand-held device used to move the cursor on a computer
    • isixhobo esincinane esiphathwa ngesandla nesisetyenziselwa ukuhambisa ikhesa okanye isalathisi sekhompyutha