Inguqulelo ka multiple in isiXhosa

multiple

isiphindo

Ubizo-magama /mul-ti-puhl/

isibizoPlural multiples

izibalo

  • 1

    isiphindo
    Six and nine are multiples of three Isithandathu nethoba ngamanani aziziphindo zesithathu
    • a number that contains another number an exact number of times without a remainder
    • inani eliqulethe elinye inani elinokuphindwa ngaphandle kwentsalela