Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika nail in isiXhosa

: nail1nail2

nail1

uzipho

Ubizo-magama /nayl/

isibizoPlural nails

  • 1

    uzipho
    Dolly painted her nails pink UDolly uziqabe pinki iinzipho zakhe
  • 2

    isikhonkwane
    Hit the nail with a hammer Bethelela isikhonkwane ngehamile

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika nail in isiXhosa

: nail1nail2

nail2

-bethelela ngesikhonkwane

Ubizo-magama /nayl/

isenzinailed, nailing

  • 1

    -bethelela ngesikhonkwane
    Nail the two planks together Bethelela ngesikhonkwane amaplanga amabini kunye