Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika need in isiXhosa

: need1need2

need1

-funa

Ubizo-magama /need/

isenzineeded, needing

  • 1

    -funa
    All plants and animals need water in order to live Zonke izityalo nezilwanyana zifuna amanzi ukuze ziphile
    You need a doctor Ufuna ugqirha

Usetyenziso

In English 'need' and 'want' mean different things. You 'need' water and food, but you may 'want' a chocolate or a new pair of jeans.

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika need in isiXhosa

: need1need2

need2

imfuneko

Ubizo-magama /need/

isibizoPlural needs

  • 1

    imfuneko
    imfuno
    Our basic needs are food, water, and shelter Iimfuneko zethu zokuphila ezingundoqo kukutya, amanzi nendawo yokuhlala