Inguqulelo ka needle in isiXhosa

needle

inaliti

Ubizo-magama /need-l/

isibizoPlural needles

  • 1

    inaliti
    Use a needle and thread to mend your shirt Sebenzisa inaliti nomsonto xa uthunga ihempe yakho
  • 2

    usiba
    The needle of a compass points to north Usiba lwekhampasi lwalathe ngasentla