Inguqulelo ka negative in isiXhosa

negative

-landula(yo)

Ubizo-magama /neg-uh-tiv/

isiphawulimore negative, most negative

  • 1

    -landula(yo)
    When someone answers "No", the answer is negative Umntu xa aphendula esithi "Hayi", impendulo iyalandula
  • 2

    -landula
    I had a TB test, and the result is negative (i.e. I do not have TB) Bendihlolwa isifo sephepha, zaza iziphumo zalandula (ok.kkt. andinaso isifo sephepha)
  • 3

    izibalo
    -rhoxayo
    The number -3 is a negative number, and 3 is a positive number Isi- -3 linani elirhoxayo, isi-3 yena linani elingarhoxiyo
  • 4

    -bi
    Don't have a negative attitude! Musa ukuba neengcinga ezimbi!