Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika net in isiXhosa

: net1net2

net1

-yintsalela

Ubizo-magama /net/

isiphawuli

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    -yintsalela
    What is your net profit after you have deducted your expenses? Ngaba yimalini eyintsalela yakho xa uxhuzule zonke iindleko zakho?
    • the remaining profit or weight when nothing else needs to be deducted or subtracted
    • inzuzo esalayo xa kungekho nto ingenye ekufuneka itsalwe okanye ithatyathwe

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika net in isiXhosa

: net1net2

net2

umnatha

Ubizo-magama /net/

isibizoPlural nets

  • 1

    umnatha
    a fishing net umnatha wokuloba
  • 2

    izibalo
    umnatha
    • a flat shape that you can fold up to make a solid shape
    • imilo emcaba onokuyiphinda (onokuyisonga) ukwenza imilo eqinileyo