Inguqulelo ka new in isiXhosa

new

-tsha

Ubizo-magama /nyoo/

isiphawulinewer, newest

  • 1

    -tsha
    Thami has a new bicycle UThami unebhayisekile entsha
    → Compare old
  • 2

    -tsha
    Next year I will go to a new school Kulo nyaka uzayo ndiza kuya kwisikolo esitsha
  • 3

    -tsha
    I am new to this job Ndimtsha kulo msebenzi