Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika number in isiXhosa

: number1number2

number1

inani

Ubizo-magama /num-buh/

isibizoPlural numbers

  • 1

    inani
    inombolo
    Here is my phone number Nantsi inombolo yam yomnxeba
  • 2

    inani
    What number of people came? Lithini inani labantu abazileyo?

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika number in isiXhosa

: number1number2

number2

-phawula ngenani

Ubizo-magama /num-buh/

isenzinumbered, numbering

  • 1

    -phawula ngenani
    -nombola ngokungekho sikweni
    Number your answers from 1 to 10 Ziphawule ngamanani iimpendulo zakho ukusuka kwisi-1 ukuya kwi-10