Inguqulelo ka numerator in isiXhosa

numerator

inani-phezulu

Ubizo-magama /nyoo-muh-ray-tuh/

Plural numerators

izibalo

  • 1

    inani-phezulu
    A fraction has a numerator and a denominator Iqhezu linenani-phezulu nenani-phantsi
    → Compare denominator
    • the number above the line in a fraction, for example the 2 in 2/3
    • inani elingaphezu komgca kwiqhezu, umzekelo u-2 ku-2/3