Inguqulelo ka observe in isiXhosa

observe

-qwalasela

Ubizo-magama /uhb-zurv/

isenziobserved, observing

  • 1

    -qwalasela
    -qaphela
    -qaphelisisa
    -gqala
    Observe how a spider makes its web Qwalasela indlela esiyenza ngayo indlu yaso isigcawu